Competition

STD Bank MyMo Gold account

Closed on: 31 Dec 2019

Standard bank MyMo Gold account

Yenza imoves kweli hlobo nge-Standard bank MyMo Gold account yakho! Zibeke ethubeni lokuphumelela i-R2 500 kunomathotholo i-trufm. Ukungena, thumela ivideo ebonisa isummer moves zakho e-trufm ngewhatsapp line ethi 0664485828, kwaye ungayithega usebenzise I hashtag ethi #MyMOves. Kukho imigaqo kunye neemeko. ndwendwela ku www.truefm.co.za ufumane ulwazi oluthe kratya.

 

Sibonise i-#MyMOves zakho uzibeke ethubeni lokuphumelela i-R2 500, ifakwe ngqo kwi Account yakho yeBanki. Ukungena, thumela ivideo ebonisa isummer moves zakho ku-trufm ngewhatsapp line ethi 0664485828, kwaye ungayithega usebenzise I hashtag ethi #MyMOves. Kukho imigaqo kunye neemeko. ndwendwela ku www.utruefm.co.za ufumane ulwazi oluthe kratya.

 

Ngaba ucinga ukuba uneMoves ezishushu kweli hlobo? Sibonise! Zibeke ethubeni lokuphumelela i-R2 500, ifakwe ngqo kwi Account yakho yeBanki. Ukungena, thumela ivideo ebonisa isummer moves zakho ku-trufm ngewhatsapp line ethi 0664485828, kwaye ungayithega usebenzise I hashtag ethi #MyMOves. Kukho imigaqo kunye neemeko. ndwendwela ku www.truefm.co.za ufumane ulwazi oluthe kratya.

 

Ungathini xa iMoves zakho zingakuwinela i-R2 500 kweli hlobo? Nge-Standard Bank MyMo Account oko kunokwenzeka! Ukungena, thumela ivideo ebonisa isummer moves zakho e-trufm ngewhatsapp line ethi 0664485828, kwaye ungayithega usebenzise I hashtag ethi #MyMOves. Kukho imigaqo kunye neemeko. ndwendwela ku www.truefm.co.za ufumane ulwazi oluthe kratya.

 

Yiba nehlobo legolide kwaye ufumane ithuba lokuwina i-R2 500, ifakwe ngqo kwi Account yakho yeBanki. Ukungena, thumela ivideo ebonisa isummer moves zakho ku-trufm ngewhatsapp line ethi 0664485828, kwaye ungayithega usebenzise I hashtag ethi #MyMOves. Kukho imigaqo kunye neemeko. ndwendwela ku www.truefm.co.za ufumane ulwazi oluthe kratya.

 

Zithini iMoves zakho kweli hlobo? Zibeke ethubeni lokuwina u-R2 500, ifakwe ngqo kwi Account yakho yeBanki.  Ukungena, thumela ivideo ebonisa isummer moves zakho ku-trufm ngewhatsapp line ethi 0664485828, kwaye ungayithega usebenzise I hashtag ethi #MyMOves. Kukho imigaqo kunye neemeko. ndwendwela ku www.truefm.co.za ufumane ulwazi oluthe kratya.

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*