Competition

CAPITEC

Closed on: 18 Aug 2023

Pay the smart way with CAPITEC

Susebenzisa imali ezinkozo , hlawula krelekrele nge  Capitec. Ungaphumelela ukufikelela kwi R10 000 qho ngolwesihlanu kuMhlobo wenene FM. Ukungenela, zithath`ifoto okanye i video usebenzisa eyona ndlela uyithandayo yokuhlawula nge Capitec, wakugqiba uyixhome usebenzisa i #PaySmartWithCapitec uthege Umhlobo wenene FM. Ze kengoku, thina sakukutsalela , uphendule uthi "Pay the Smart Way with Capitec" ukuze uphumelele i R2500. Xa uthe waphendula umbuzo olula omalunga ne Capitec, uzakubhaqa nenye i R2500. Ukanti xa sele ubhanka ne Capitec okuphumelelayo sakuphindaphinda kabini kube yi R10 000! Fumanisa ngazo zonke iindlela zokuhlawula krelekrele nge Capitec apha ku {C}{C}{C}https://www.capitecbank.co.za/personal/transact/pay-the-smart-way/ . Simplify banking, live better with Capitec. I-FSP egunyazisiweyo. Kukho imimiselo nemiqathango.

 

Ikamva lokuhlawula sele likhona nge Capitec! Hlawula krelekrele ngekhadi lakho lase Capitec okanye ulifake kwi digital wallet, bhanka kwi app ukuze uhlawula amatyala akho, wenze ii  immediate payments nokunye okuninzi, okanye uthenge online usebenzisa ivirtual card. Ngendlela eziliqela zokuhlawula, yiyo lonto beyeyona digital bhanki igqwesileyo e Mzantsi Afrika. Ukhumbule ukuba ungaphumelela ithuba elinye kwalishumi okuvuselela ikhaya lakho, nentarhantarha yamabhaso angayiwayo ase Cashbuild, Dis-Chem, Pick n Pay, Shell nokunye okuninzi, ngokuhlawula nje krelekrele nge Capitec izihlandlo ezintlanu ngeveki. Simplify banking, live better with Capitec. I-FSP egunyazisiweyo. Kukho imimiselo nemiqathango.

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*