Competition

Bond Ready

Closed on: 9 Dec 2024

Home Loans

Ngaba ukulungele ukuba ngumninimzi? UKhuphiswano lweBond ready lulapha ukuze likuxhobise! Senza lula yonke into odinga ukuyazi malunga nemali mboleko yendlu

 - ukusuka ekuqondeni ukufikeleleka kunye nempilo yetyala ukuya kwiindleko zokuthenga ikhaya - sikuhlawulele! Funda ukwenza isithembiso, jonga inkqubo yokufaka isicelo semali mboleko, kwaye wenze imali mboleko yakho yendlu ikusebenzele. Ungaphoswa leli phulo lokufundisa eliqhuba ukusuka ngomhla wesibini ukuya kumhla wesithandathu kuDisemba. Phulaphula uKhanyisa KuKhanye Mhlobo kunye noNgenani Emasangweni kwaye uthathe izigqibo ezizizo ngohambo lwakho lobuninimzi! Yiya nje kwiwebsite  yethu kwaye ucofe ikhonkco ukuze waziswe malunga nobunini bezindlu, kwaye unokuba ngophumeleleyo. Ukungenela thumela umyalezo 041 391 1221 oqala nge #BONDREADY ukuze ukulungele ukungenela. Ixhaswe ngokuzingca yi-SA Home Loans.

https://www.sahomeloans.com/bondready/umhlobowenenefm

 

Terms and Conditions
• All participants, by entering the competition agree to be bound by the following terms and conditions. The Promoter is Umhlobo Wenene FM (“the Promoter”).
• To enter the promotional competition and stand a chance to win the Competition Prize made up of R1 000 per correctly answered question (BondReady, brought to you by SA Home Loans), you must have correctly answered each question asked by the Radio Presenter and agreed to the processing by Umhlobo Wenene FM of your personal information such as your identity number, cell phone number, and email address. For each correctly answered question, the caller will win R1 000 – total prize value being R5 000.
• Competition will run from 02 December 2024 – 06 December 2024.
• The competition prize on offer for each correct question answered is R1 000. 5 questions per day will be asked.
• Umhlobo Wenene FM will announce details of the winner on air for promotional and marketing purposes.
• You hereby consent to the collection, processing, and retention by Umhlobo Wenene FM of your personal and/or special personal information (“Personal Information”) for the purposes of the “BondReady, brought to you by SA Home Loans” competition.
• Umhlobo Wenene FM will take all reasonable security measures to protect against any unlawful processing of your Personal Information.
In the event of any dispute, the decision of the Promoter is final. No correspondence will be entered into.

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*